






116 BONA XHOSA - November 1996





INCWADANA
YOKHUSELEKO
EZINDLELENI
INTSHAYELELO:

Ubomi bubalulekile yaye bufanele bukhuselwe ngumntu wonke. Kufa abantu abaninzi ezindleleni zaseIlzantsi-Afrika ngenxa yokungaqhubi ngenkathalo nangenxa yokungayithobeli imithetho yendlela.

lmithetho yendleta yenzetwe ukunceda abantu -ukuthintela umbhodamo ezindleleni nokwenza iindlela zikhuseleke ebantwini abazisebenzisayo. Njengomsebenzisi wendlela kufuneka uyithobele imithetho yendlela ukuze iindlela zikhuseleke.

Baninzi abantu abaphulukene nemiphefumlo yabo nezalamane zabo ngenxa yeengozi zendlela ebezinokuphetshwa. Oku kwenze abantu balahlekelwa yimivuzo yabo ngenxa yokwenzakala, abantwana abashiyeka bengenabazali baze bangabi nabantu baza kubafundisa. Ungavumeli oku kwenzeke kuwe nakwizalamane zakho.

Le ncwadana yenzelwe ukufundisa umqhubi nabahambi ngeenyawo ngeendlela zokuphepha iingozi. Ukhumbule ukuba kokwenziwa ngumntu wonke osebenzisa indlela okwenza zingabikho iingozi. Ungacingi ngesiqu sakho kuphela. Cinga nangabanye abantu abasebenzisa indlela njengawe.

Siyathemba ukuba ukufunda le ncwadi kuya kukuvula amehlo kukukhumbuze nangokhuseleko lwakho endleteni nolwabanye abantu abasebenzisa indlela. Qiqa, yiba nomonde, lumka ukhumbule nokuba imithetho yendlela ibekelwe ukuba ithotyelwe - ukuze ukhuseleke nabanye abantu abasebenzisa indlela.
OKUNGAPHAKAThI

1.	limbopheleleko zomntu ohamba ngeenyawo       117


2.	lindlela abantu abahamba ngeenyawo abazibeka
  engozini ngayo endleteni	121
3. Ukhuseleko lwabantwana ezindleleni	122
4. Yiba ngumkhwelibhayisikili onenkathato	124
5. Amacebiso okhuseleko kubahambi ngeenyawo	12
6. Yiba nelayisensi yokuqhuba esemthethweni	127
7. Amanyathelo okuzikhusela	.. 130
8. lzixhobo zokunxulumana	132
9. Ukunxiba iibhanti zezitulo zezithuthi	131


10.	Ixesha lokutshintsha isantya sesithuthi
	endleleni	132
tl. Ukulungela ukuqhuba	133
12. limpawu zomqhubi odiniweyo	135
1 3. Ukugoca-goca isithuthi sakho	13
14. limbopheleleko zomqhubi weteksi	. 137

15.	Ukugcina iteksi yakho ikhuselekile kubahambi .... 131

16. Amacebiso okhuseleko abahambi	141

17.	Jzinto ekufuneka uziqwalasele            . 147


18.	Ukusela utywala uza kuqhuba            . 14













OKWENZA ABANTU ABAHAMBA NGEENYAWO 
BAZIFAKE ENGOZINI ENDLELENI

* Bcidla ngokuseio utywaki iigaphambi kokuba bahambe

endleieni, bengaqondi ukuba oko:
Kunokwenza bangaboni kakuhle - bazibona izinto zibe mbini ngexesho. Ababoni kakhulu xa kusebusuku. Kuphazamisa ukwenza kwabo izigqibo amaxesha amaninzi bacinga ukuba benzu okukhuselekile babe besenza iimpazamo.
Ingqondo ayisebenzi kakuhle - baba nomsindo bangabi nankathalo.
Benza bangakhawulezi ukwenza into phokathi kwezithuthi.

* Badla ngokungasichani isantya sesithuthi, baciiige ukuba sisekude isithuthi esizayo xo benqumia indlelu.
Oku akwenzeki kakuhle nangakumbi xa usele utywala.




UBUSAZI U1(UBA?

l-42% yabantu abafa ezindleleni zethu ngthantu abahamba ngeeNyawo, kwaye phantse isiqiNgatha selo iiani ziingozi ezenzeka ebusuku mgakumbi kuba abaqhubi bengababoni baiitu abanqumla indlela.






146 BONA XHOSA - November t996


Abaqhubl itbiisezingqondweni benza izigqibo ezisengqondweni
Abaqhuhi ubanxilileyo benzu izigqibo ezingenungqondo endleleni. lsiselo esinye sanele ukuphttzamisano
indlela oqhuba ngoyo.
Ayikho nje indlela obungaphela iigokukhawuleza ngayo utywala emzimbeni wakho. Nokubu unguyiselu kanguphi nu ikofu eninyaniu, ubethwe kungaphi na ngumoya okanye uhlonibe kwishower ebundayo kuycifuna!
AMACEBISO OMAWIJWAKHUMBULE:

*	Bacingele nabcmye abantu obasebeiizis iiidlela - iiabo banelungelo elifona nelakho lokusebeiizisn indtela.

*	Bonaknlisa xn uzukujika, uznkumisci okaiiye uzakulshintsha imigca.

*	Xa umisela obakhwel, bachazele kuselitbuba abcinye cibuqhubi.


*	Misa KUPHELA kwiiidowo ekhusetekileyo.
*	Khumbulu ukuba bonke abaqhubi ahannmuva njengawe.











Abacebis endlela xa useIonwaben
Babonise abuhlobo bakho ukubu ubukhathalele ubomi babo:


Zicelele ukuhagoduso abahlobo hukho abobesela, ubacelete indowo kwezinye iinioto ezinahantu uhunganxitanga kwigenulo ubaphe indawo yokuluta de kuse.


lingavumeli obuhlobo bukho ubanxiliteyo hagoduke ngeenyawo - unintu ohamba iigeenyawo onxilileyo uyingozi njetigoniqhubi onxiliteyo.


Ungazinyaiize!isi iindwendwe zakho ukubu zisele - andithi uwungethondi ukubekwityala kusakulunyaniswa ukubu bubaiijelwe ukuqhuha benxilile.


Unguziphi ngaphezu kweglasi enye yotywala tigeyure iindweiidwe mane uzipha nesiselo esibunduyo. .


Yicebe indawo oza ubuyelu kuyo xo usiya kusela utywula komiiye umii.

Abahlobo haugatshintshisaiia iigokungaseli ukuze bagoduse ahaseleyo.


Ukuhu ubuselu cela umntu ongakhuiige asele ukubu akugoduse okanye ulule kwakbe kwigenjulo uqeshe iteksi.







lOFi1O Mailbag
Abe-Omo Mailbag banecebiso lasimahla elithembakeleyo kuyo nayiphi na ingaki oyifumanayo ngosuku lwakho lwevasi kwaye idilesi nenombolo yabo yomnxeba ibhalwe kwipakethi nganye ye-Omo.
emini
Radio Xhosa - ngolwesiBini -10.00 kusasa Radio Ndebele - ngolwesiBini
- 9.30 kusasa
Radio Sesotho - ngoMvulo -
















olweni kwaye siyanamkela kwakhona kwi-Omo Mailbag. lleta yethu kule nyanga ivela uNkszn. F.A. Mabhema nobhala athi:

Akaqinisekanga nkuba usisebenzisa ngendlela kusini na isicocisisi sakhe. Uyigalela ebhafini ivasi yakhe. agalele amanzi alandele ukugalela iOmo Micro.

Ukusisebenzisa kakuhle J isicocisisi kwenza umahluko
omkhulu kwiziphumo zakho zevasi. Okokuqala kubalulekile ukuqinisekisa ukuba isicocisisi sinyibilikiswe emanzini NGAPHAMBI kokuba ufake ivasi yakho ebhafini. Ngaloo ndlela uyaqinisekisa ukuba zonke iimpahla ezisebhafini ziyasifumana isicocisisi ukuze siwacocisise amalaphu.

Ungayigaleli empahleni isepha engumgubo kuba oko kuya kudala amabala kuyo.

Ukusebenzisa umlinganiselo onguwo linyathelo elilandelayo.
Omawuwusebenzise uchaziwe kwibhokisi ye-Omo
Micro. Xa usebenzisa omnci-nci ayinakucocisiseka ivasi yakho. kwaye nokusebenzisa isepha eninzi kuyinkcitha. lcephe elikwibhokisi yeomo Micro Iingowona mlinganiselo ufaneleyo.

ICEBISO LOKUSUSA IBALA
lcarbon Paper. Yithi chuku imethylated spirits uyihlambe ngokuqhelekileyo nge-Omo Micro.

Fthulaphula i:
Radio Zulu - ngoMvulo - 2.30
2.00	emini Radio Lebowa -ngolwesiThathu - 11 .35 kusasa
(North Sotho)
Radio Swazi - ngolwesiNe 2.00 emini
Aadio Setswana -ngolwesiNe - 10.30 kusasa Aadio Venda -ngolwesiThathu - 9.30



	KUBHETELE UKUFIKA EMVA KWEXESHA KUNOKUNGAFIKI

		BONA XHOSA - November 199 121

	*Ungaqhubi xa usele utywala - ungaphulukana nobomi hakho.

		BONA XKOSA - November 1996 149

